Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eGoat Island

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Niagara Falls, Canada
I-Niagara Falls Condo yanamhlanje
26 Dis – 23 Jan
Yi$1 573 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-151
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Niagara Falls, Canada
Indlu Enamagcisa Eyakhiwe_iCondo Suite (Icala laseKhanada)
4 Mey – 1 Jun
Yi$1 825 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-255
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-St. Catharines, Canada
The Fox Den on Masterson
17 Sep – 15 Okt
Yi$1 484 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-127
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Niagara Falls, Canada
I-Skylon Apt. I-Disney+, i-Wifi ekhawulezayo, Ukuhamba ukuya kwi Falls
15 Epr – 13 Mey
Yi$2 328 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-199

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.