Iindawo Zokurenta Inyanga eGonubie

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-East London
Indlu Esemaphandleni Enkulu Yondwendwe
28 Mey – 25 Jun
Yi$686 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-197
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-East London
Indlu Encinci Ephucukileyo Kwifama - Indlu Encinci
2–30 Jul
Yi$866 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-108
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-East London
I-AfrikaLove Guest Condo
18 Jul – 15 Aga
Yi$685 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-100
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-East London
30 kwiTidewaters
27 Sep – 25 Okt
Yi$796 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-13

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseGonubie

Gonubie Hotelbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Gonubie Main Beachbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Gonubie Boardwalkbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Galaxy Grill At Kings Mallbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Heavenly Pancake Housebayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Superspar - Gonubiebayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.