Iindawo Zokurenta Inyanga ePort Alfred

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Port Alfred
Vuka uye kwiparadesi eMarina
5 Mey – 2 Jun
Yi$1 477 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-166
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Kenton-on-Sea
Indlu Esemaphandleni Eyonwabisayo YaseFrangipani
25 Okt – 22 Nov
Yi$794 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-212
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Boesmansriviermond
Indlu eyakhiwe ngamaplanga, e-Bushmans River
19 Jul – 16 Aga
Yi$707 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-23
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Port Alfred
Indawo engaselwandle ePort Alfred
5 Dis – 2 Jan
Yi$1 289 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-27

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zasePort Alfred

Royal St Andrews Hotelbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Guido's Port Alfredbayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ocean Basket Port Alfredbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tash's Craft Barbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Tahoe Spur Steak Ranchbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Rosehill SUPERSPARbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.