Iindawo Zokurenta Inyanga eGreen Valley

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
I-townhouse e-Green Valley
Indlu yasedolophini enamagumbi okulala ayi-1 enendawo yokungena kwipuli!
22 Jul – 19 Aga
Yi$1 572 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-22
Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Green Valley
Umqathango weminyaka engama-55+ woluntu..
8 Nov – 6 Dis
Yi$1 795 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-17
ISuperhost
I-townhouse e-Green Valley
Hop to pool from relaxing Green Valley getaway
8 Okt – 7 Nov
Yi$1 327 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-4
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Green Valley
I-Villas West - I-Green Valley Patio Condo, Iyunithi B
1–29 Jun
Yi$1 701 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-11

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseGreen Valley

Manuel's Mexican Restaurantbayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Arizona Family Restaurantbayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
El Rodeobayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Safewaybayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Los Agaves Restaurantbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The 19th hole Bar and Grillebayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.