Iindawo Zokurenta Inyanga eGyumri

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indawo yokuhlala nenesidlo sakusasa e-Gyumri
Iflethi okanye indlu ekwicomplex yale mihla eGyumri
3 Nov – 1 Dis
Yi$602 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-146
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Gyumri
I-Shahumyan 113
24 Epr – 22 Mey
Yi$568 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-21
Ithandwa zindwendwe
Indawo yokuhlala e-Gyumri
Indlu yamaplanga epholileyo nepholileyo eGyumri
19 Jun – 17 Jul
Yi$671 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-35
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Gyumri
Indawo yembali yeendwendwe yeHuse'LENINAKAN " kwiziko lembali laseGyumri
12 Epr – 10 Mey
Yi$564 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-4

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseGyumri

Gyumri's Fish Restaurant (Cherkezi Dzor)bayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Herbs & Honeybayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Museum of National Architecture and Urban Lifebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.