Iindawo Zokurenta Inyanga eYerevan

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Yerevan
IFLETHI OKANYE INDLU EKWICOMPLEX KWINDLU EPHUCUKILEYO. IFLETHI E
19 Mat – 16 Epr
Yi$1 115 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-156
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Երևան
I-Komitas
17 Jul – 14 Aga
Yi$636 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-70
ISuperhost
Iflethi e-Երևան
Centrally located 1 bedroom in Yerevan
9 Okt – 6 Nov
Yi$1 114 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-25
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Yerevan
Iflethi Yale Mihla Nestayile Kwiziko Lesixeko Elincinci laseYerevan
13 Mey – 10 Jun
Yi$1 101 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-75

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseYerevan

Isitimela sase-Republicbayi 66 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Complex Cascadebayi 145 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Yerevan Mallbayi 78 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Dalma Garden Mallbayi 143 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cafesjian Center for the Artsbayi 46 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Itheater Opera ye-Armenianbayi 99 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.