Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eHorse Station Creek

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga e-Nimbin
Indalo eLush eMhlabeni Haven Studio yiNimbin Rocks
4 Nov – 2 Dis
Yi$1 727 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-306
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Woodenbong
Indawo Elula Ngexesha
4 Jan – 1 Feb
Yi$930 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-271
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Lismore Heights
Adorable space with amazing views
4 Aga – 1 Sep
Yi$1 394 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-101
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bangalow
Indlu Esemaphandleni Yasegadini.
22 Mey – 19 Jun
Yi$2 006 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-576

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.