Iindawo Zokurenta Inyanga eHorsens

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Stenderup
Indlu esemaphandleni yase-Almond Tree
25 Nov – 23 Dis
Yi$944 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-201
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Barrit
Isihlomelo esithandekayo esineendlela ezininzi onokukhetha kuzo
4 Feb – 4 Mat
Yi$900 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-138
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Vejle ø
Eyona BnB e-Bredballe Vejle BBBB- 5 min to E45
7 Jun – 5 Jul
Yi$1 310 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-392
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Horsens
Praktisk bolig med stor p-plads.
17 Jul – 14 Aga
Yi$2 082 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-42

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseHorsens

I-Fængsletbayi 43 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bilka Horsensbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Forum Horsensbayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
CASA Arena Horsensbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Aquaforumbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Megascopebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.