Iindawo Zokurenta Inyanga eHorsey

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Hickling
Iflethi okanye indlu ekwicomplex eyakhiwe ngamaplanga, ibhedi elala abantu ababini + ibhedi
11 Jan – 8 Feb
Yi$933 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-189
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Ormesby Saint Margaret
Indlu esemaphandleni eyakhiwe ngamaplanga
16 Okt – 13 Nov
Yi$1 737 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-228
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Ludham
I-Idyllic Norfolk Broads Retreat.
21 Nov – 19 Dis
Yi$1 940 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-345
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sea Palling
Dune Roamin': Sea Palling' s Treasure - NGOKU NGETV
29 Jan – 26 Feb
Yi$2 280 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-148

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. United Kingdom
  3. England
  4. Norfolk
  5. Horsey
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga