Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eHorsington

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Horsington
I-Loft kwi-Lolo Haven kufuphi neWoodhall Spa
25 Jul – 22 Aga
Yi$2 169 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-576
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Lincolnshire
I-Old Cart Lodge kufuphi neWoodhall Spa
9 Jan – 6 Feb
Yi$2 513 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-162
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Bucknall
Indawo yokuphola epholileyo nevulekileyo
3 Nov – 1 Dis
Yi$2 017 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-184
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Potterhanworth
Inqugwala, Isihlomelo Esineendawo Ezizimeleyo eziyi-2 kufutshane neLincoln
26 Aga – 23 Sep
Yi$1 555 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-150

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.