Iindawo Zokurenta Inyanga eHorstedt

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ottersberg
Iflethi okanye indlu ekwicomplex encinci kodwa
26 Jun – 24 Jul
Yi$940 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-151
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Ottersberg
Iholide kwi-circus trailer nesitovu esitshisa iinkuni ngqo echibini
16 Mey – 13 Jun
Yi$881 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-167
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Elsdorf
Iflethi encinci e-Elsdorf (Nds)
29 Sep – 27 Okt
Yi$1 098 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-261
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ottersberg
Iflethi okanye indlu ekwicomplex yeholide ekwindawo endala
2–30 Jan
Yi$2 095 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-118

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.