Iindawo Zokurenta Inyanga eHortense

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Dickson
I-Penthouse Yelizwe
26 Okt – 23 Nov
Yi$1 830 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-128
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-McEwen
I-BessieLou 's
11 Feb – 11 Mat
Yi$2 143 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-241
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Erin
I-Ridge Top Retreat
4 Dis – 1 Jan
Yi$1 892 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-321
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Kingston Springs
Entire Apartment with free washer/dryer
19 Jul – 16 Aga
Yi$1 924 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-129

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.