Iindawo Zokurenta Inyanga eHot Springs

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Warm Springs
I-Villa Yamanzi ethuleyo eMeadows
21 Epr – 19 Mey
Yi$2 226 ngenyanga
ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Warm Springs
Trails End with New Bathroom
8 Mey – 5 Jun
Yi$2 804 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Rockbridge Baths
Indlu Yamaplanga Encinci Ehlathini ithule kwaye iyimfihlo!
19 Jul – 16 Aga
Yi$1 975 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-Warm Springs
I-Serenity Villa kwii-Meadows
30 Jun – 28 Jul
Yi$3 149 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseHot Springs

Country Cafebayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lindsay's Roost Bar And Grillbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Les Cochons d'Orbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Snead's 1912 Steakbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Valley Supermarket IGAbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Dollar Generalbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.