Iindawo Zokurenta Inyanga eHotham Heights

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu yamaplanga e-Harrietville
I-Avalon House: Abaphathi Bam
22 Jan – 19 Feb
Yi$2 153 ngenyanga
ISuperhost
Indlu yamaplanga e-Harrietville
Indlu yeAvalon: I-Razorback
29 Sep – 27 Okt
Yi$2 475 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Harrietville
I-Avalon House: I-Bon Accord
10 Nov – 8 Dis
Yi$2 437 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Hotham Heights
I-Magic Mtn Getaway Ukubukwa kwe-Balcony@Mt Hotham
19 Epr – 17 Mey
Yi$2 062 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseHotham Heights

I-Alpine National Parkbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Harrietville Snowline Hotelbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Generalbayi 22 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mountain Fresh Trout & Salmon Farmbayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hoys Skis | Harrietvillebayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Milch Cafe Barbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.