Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eHoulton

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Houlton, EMaine, United States
Indlu Yamaplanga Kwinduli
5 Jan – 2 Feb
Yi$1 524 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Monticello, EMaine, United States
Ikhaya le-Monticello leentsapho kunye nabadlali bezemidlalo
11 Jun – 9 Jul
Yi$3 296 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Northampton Parish, Canada
Igumbi lokulala eliyi-4 lalamaxesha, igumbi lokuhlala eliyi-2 elijongene nomkhenkce
7 Jan – 4 Feb
Yi$2 490 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Carlow, Canada
I-Salmon Hill Loft
31 Mey – 28 Jun
Yi$2 466 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseHoulton

Walmartbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Marden'sbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hannaford Supermarketbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
County Yankeebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Houlton Farms Dairy Barbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Temple Cinemabayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.