Iindawo Zokurenta Inyanga eHouston County

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Kennard
Indlu yamaplanga enoxolo kwiHlathi leSizwe.
20 Mat – 17 Epr
Yi$1 591 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-270
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Crockett
I-Melody 's "Bed and Catch Your Breakfast "
16 Mey – 13 Jun
Yi$4 696 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-113
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Kennard
Indlu yamaplanga eyakhiwe ngamaplanga enamanzi ashushu yabucala.
18 Dis – 15 Jan
Yi$4 088 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-228
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Trinity
Bailey’s Bungalow
12 Jul – 9 Aga
Yi$1 957 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-45

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.