Iindawo Zokurenta Inyanga eHoven

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Zutphen
Isikhumbuzo sesizwe u-De Roode Haan 70mwagen, iziko labantu abayi-2/4
13 Okt – 10 Nov
Yi$4 201 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-309
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Vorden
Indlu engasemva ye-Leemreize emaphandleni aseVorden
10 Sep – 8 Okt
Yi$1 348 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-100
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Voorst Gem Voorst
Indlu yeendwendwe de Middelbeek
18 Jan – 15 Feb
Yi$3 073 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-211
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Empe
I-Guesthouse Klein Erve
29 Nov – 27 Dis
Yi$2 117 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-123

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.