Iindawo Zokurenta Inyanga eHoward Beach, Queens

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-New York City
(B) Ixabiso elihle kunye neflethi ecocekileyo eNew York
21 Epr – 21 Mey
Yi$1 566 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-286
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-New York City
Ikhaya labucala - Queens, NY
22 Epr – 22 Mey
Yi$5 310 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-106
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Brooklyn
Cozy Private Garden Apartment
19 Jan – 18 Feb
Yi$2 096 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-299
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-ENew York
Isitudiyo sepaki yaselwandle
25 Aga – 24 Sep
Yi$2 094 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-186

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseHoward Beach, Queens

New Park Pizzabayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cross Bay Dinerbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lenny's Clam Bar Restaurantbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. United States
  3. ENew York
  4. ENew York
  5. Queens
  6. Howard Beach
  7. Iindawo Zokurenta Inyanga