Iindawo Zokurenta Inyanga eHowland Ridge

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Houlton, EMaine, United States
Indlu Yamaplanga Kwinduli
10 Dis – 7 Jan
Yi$1 534 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-174
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Keswick Ridge
Country living near Fredericton: Red-Robin Farm
10 Mat – 7 Epr
Yi$1 938 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-280
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Northampton Parish, Canada
Igumbi lokulala eliyi-4 lalamaxesha, igumbi lokuhlala eliyi-2 elijongene nomkhenkce
20 Dis – 17 Jan
Yi$2 508 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-152
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Fredericton, Canada
I-Suite #3 Downtown Fredericton Superhost
14 Jan – 11 Feb
Yi$1 270 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-418

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.