Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eHoyland

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Wath upon Dearne
Isihlomelo sabucala kwiNkundla Epholileyo
28 Dis – 25 Jan
Yi$1 908 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-242
Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Barnsley
Kufuphi neziko le-Barnsley, M1 & Peak District
30 Jul – 27 Aga
Yi$2 466 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-172
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Hoylandswaine, Sheffield
Imifanekiso eqingqiweyoParkCosyCottage
25 Jan – 22 Feb
Yi$2 376 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-312
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Oughtibridge
Iflethi okanye indlu ekwicomplex yale mihla ekwisithili sasePeak
15 Feb – 15 Mat
Yi$2 199 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-242

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.