Iindawo Zokurenta Inyanga eHranice

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Valašské Meziříčí
Kwiintaba zeBeskydy Mountains
7 Epr – 5 Mey
Yi$844 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-128
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Přerov
Iloft kwindawo ethe cwaka yedolophu
8 Okt – 5 Nov
Yi$848 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-74
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Nový Jičín
Iflethi okanye indlu ekwicomplex 1+ kk kwiziko lembali lesixeko
30 Mat – 27 Epr
Yi$1 049 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-32
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Přerov
I-Sušilova iiflethi III.
25 Nov – 23 Dis
Yi$1 428 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-59

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.