Iindawo Zokurenta Inyanga eKatowice

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Katowice
Przytulne Studio z darmowym parkingiem na miejscu
7 Okt – 4 Nov
Yi$637 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-123
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Katowice
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekwi-S
5 Okt – 2 Nov
Yi$1 155 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-280
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Katowice
Iiflethi ze-Sunset II - 50m2
3–31 Mey
Yi$1 617 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-108
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Katowice
I-KATO Apartamenty Centrum Słowackiego 12A
12 Mey – 9 Jun
Yi$1 270 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-182

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseKatowice

Spodekbayi 23 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Galeria Katowickabayi 41 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Silesia City Centerbayi 52 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Silesia Parkbayi 53 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Istedi yase-Śląskibayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Dolina Trzech Stawówbayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.