Iindawo Zokurenta Inyanga eHumboldt County

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Eureka
I-Gecko House
20 Aga – 17 Sep
Yi$1 966 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-173
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Trinidad
I-Eco Conscious Arch Apt
18 Jul – 19 Aga
Yi$1 598 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-279
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-McKinleyville
Igumbi lakho lokulala eliyi-2-Room Coastal Suite
1–29 Okt
Yi$1 897 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-411
ISuperhost
Indlu engasemva e-Eureka
I-Elk River Cottage eHumboldt County kufutshane ne-Eureka
17 Epr – 17 Mey
Yi$1 858 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-139

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.