Iindawo Zokurenta Inyanga eIdrija

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Idrija
APARTMA PHANTSI KWESIXEKO SASEIDRIJA
9 Dis – 6 Jan
Yi$818 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-127
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Ajdovščina
VILLA IRENA Charming Gem Located In Vipava Valley
19 Okt – 16 Nov
Yi$1 994 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-148
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ljubljana
Iflethi okanye indlu ekwicomplex entsha ekwic
22 Mey – 19 Jun
Yi$1 373 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-108
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Predgriže
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enomts
1–29 Okt
Yi$1 665 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-200

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseIdrija

Anthony's Shaft Mining Museumbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Idrija Municipal Museumbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
TIC Idrijabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.