Iindawo Zokurenta Inyanga eIernut

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Târgu Mureș
Isixeko saseHaven
19 Sep – 17 Okt
Yi$785 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-48
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Târgu Mureș
Umgangatho ophezulu wendlu eluhlaza
27 Mey – 24 Jun
Yi$700 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-11
ISuperhost
Iflethi e-Mediaș
LUMINIA Apart no23 with video surveillance parking
25 Nov – 23 Dis
Yi$698 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-10
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Târgu Mureș
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekutsh
5 Dis – 2 Jan
Yi$834 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-32

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Romania
  3. Mureş
  4. Iernut
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga