Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eIllier-et-Laramade

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ornolac-Ussat-les-Bains
Isitudiyo esinomtsalane esinazo zonke izinto ezifunekayo kufutshane nemimiselo
10 Mat – 7 Epr
Yi$780 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-116
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Val-de-Sos
I-Gîte de l 'Amistat
19 Nov – 17 Dis
Yi$1 246 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-191
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Val-de-Sos
Kwintliziyo yeAriege Pyrenees
24 Sep – 22 Okt
Yi$1 686 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-199
ISuperhost
Indlu e-Gestiès
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga yale mihla netofotofo nenendawo entle
20 Sep – 18 Okt
Yi$3 711 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-101

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.