Iindawo Zokurenta Inyanga eImling

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sarrebourg
ISarrebourg ☆★ Studio City Centre - Le Combi ★☆
5 Aga – 2 Sep
Yi$1 176 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-110
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Hilbesheim
Isitudiyo esibheke kumgca oluhlaza weVosges
2–30 Sep
Yi$893 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-131
ISuperhost
Indlu e-Belles-Forêts
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ethe cwaka enembonakalo entle yeendawo
15 Nov – 13 Dis
Yi$976 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-189
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sarrebourg
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enamagumbi okulala ayi-1 + nasana
26 Epr – 24 Mey
Yi$1 667 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-45

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. France
  3. Grand Est
  4. Moselle
  5. Imling
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga