Iindawo Zokurenta Inyanga eImmenstadt

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Immenstadt im Allgäu
Isitudiyo esitofotofo esineBalcony!
13 Epr – 11 Mey
Yi$1 336 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-151
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Immenstadt im Allgäu
Iflethi kaFranzi esentliziyweni yeImmenstadt
17 Okt – 14 Nov
Yi$1 936 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-110
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Burgberg im Allgäu
Iflethi okanye indlu ekwicomplex eAllgäu "Zum Lunch View"
31 Okt – 28 Nov
Yi$1 821 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-149
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Immenstadt im Allgäu
Iflethi okanye indlu ekwicomplex yaseLAMA26
6 Nov – 4 Dis
Yi$2 281 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-123

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseImmenstadt

Alpsee Bergweltbayi 36 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mittagbahnbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Allgauer Bergbauernmuseum e.V. Imuziyamu e-Allgäubayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Zum Lustigen Hirsch Akamsbayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
AlpseeOutletbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Brauereigasthof & Hotel Schäfflerbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Germany
  3. Bavaria
  4. Swabia
  5. Immenstadt
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga