Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eIndian Beach

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Morehead City
I-Tidewater Retreat
11 Dis – 8 Jan
Yi$2 388 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Atlantic Beach
I-Atlantic Beach Escape
10 Nov – 8 Dis
Yi$2 008 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Salter Path
I-Diane 's Dream Indian Beach Condo Escape
10 Nov – 8 Dis
Yi$5 818 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Atlantic Beach
Indawo entle yokuphola, ipuli, ukuzingenela, ukupaka simahla
29 Aga – 26 Sep
Yi$2 330 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseIndian Beach

The Crab Shackbayi 36 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lost Treasure Golf & Racewaybayi 41 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Big Oak Drive-In & Bar-B-Qbayi 31 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Anchor Drafthousebayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Captain's Kitchen (Food Truck)bayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Willis Seafood Market, Inc.bayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.