Iindawo Zokurenta Inyanga eIndian Hill

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Blue Ash
Indlu esemaphandleni esedolophini etofotofo
22 Jan – 19 Feb
Yi$1 804 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Milford
Indlu esemaphandleni enomtsalane e-Old Milford
28 Jul – 25 Aga
Yi$2 651 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cincinnati
I-Cambridge epholileyo
4 Jun – 2 Jul
Yi$2 100 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cincinnati
I-Oakley, Eyinkimbinkimbi, Ehlaziywe Ngokupheleleyo, Ukuhamba!
29 Sep – 27 Okt
Yi$2 774 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseIndian Hill

Kenwood Towne Centrebayi 121 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Cheesecake Factorybayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Lake Isabellabayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Montgomery Inn The Originalbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cooper's Hawk Winery & Restaurantsbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sleepy Bee Cafe - Blue Ashbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.