Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eIndian Queens

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Fraddon
I-Filteraway, i-Mid Cornwall, enegadi kunye nendawo yokupaka.
20 Sep – 18 Okt
Yi$2 438 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-114
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Tregony Truro
Igumbi le-Bed and Breakfast House e-Jingle
9 Dis – 6 Jan
Yi$962 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-215
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Cornwall
Iloft elungele izinja ezineebhedi eziyi-2 neendawo ezisemaphandleni
4 Nov – 2 Dis
Yi$4 414 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-127
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Saint Columb Major
I-Blue Bee - indlu esemaphandleni yaseCornish epholileyo yabantu ababini
17 Nov – 15 Dis
Yi$3 032 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-209

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.