Iindawo Zokurenta Inyanga eIndianola

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Indianola
I-Indianola Beach Studio - Iziko ledolophu!!
24 Mey – 21 Jun
Yi$2 254 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-148
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Indianola
Indlu esemaphandleni/i-sauna yaseFinland Phakathi kweeCedars
22 Jun – 20 Jul
Yi$3 717 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-221
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Kingston
I-Kingston Farmhouse Cottage, iholide emnandi...!
28 Dis – 25 Jan
Yi$2 363 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-163
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Poulsbo
Indawo Yokuphola Epholileyo Ekwicomplex Kwiihektare Ezintlanu Ezolileyo
30 Sep – 28 Okt
Yi$2 293 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-245

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.