Iindawo Zokurenta Inyanga eIpoh

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Ipoh
R3 I-Wifi/i-netflix ipoh embindini wesixeko 15min ilahlekile
16 Aga – 13 Sep
Yi$364 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-147
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Ipoh
Sunset view 6P*Free coffee*Night market*Toys/Games
11 Epr – 9 Mey
Yi$802 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-165
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Ipoh
R1 Ipoh 3min Concubine Lane 15m Lost World Tambun
17 Epr – 15 Mey
Yi$403 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-131
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Ipoh
I-Urban Cozy & Chill - Landed @ Ipoh City (6 pax)
25 Jun – 23 Jul
Yi$544 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-163

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseIpoh

AEON Kinta Citybayi 54 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mydin Mall Meru Rayabayi 21 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kinta Riverfront Hotel & Suitesbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Gunung Lang Recreational Parkbayi 67 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Dataran Ipohbayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Qing Xin Ling Leisure & Cultural Villagebayi 72 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.