Iindawo Zokurenta Inyanga eGenting Highlands

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Bentong
Holihome Roses Selesa Hillhomes Bukit Tinggi
7 Mey – 4 Jun
Yi$334 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-102
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Genting Highlands
IGUMBI elinomgangatho ophezulu weenkwenkwezi eziyi-5 ukwenzela i-honeymoon ❤️ 5星云顶蜜月阁
19 Jun – 17 Jul
Yi$1 221 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-246
ISuperhost
Iflethi e-Genting Highlands
2R2B Scandinavian Retro Abode @ Midhills At Genting
13 Mat – 10 Epr
Yi$1 537 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-114
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Genting Highlands
Cozy 2B @ Midhills Genting
9 Epr – 7 Mey
Yi$718 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-30

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseGenting Highlands

Genting Highlands Premium Outletsbayi 95 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Awana Genting Highlands Golf & Country Resortbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Genting Skyworldsbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Casino De Gentingbayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Skytropolis Indoor Theme Parkbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Genting Skywaybayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.