Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eJacksonville

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Riverside
I-Funk House-A Retreat
19 Okt – 16 Nov
Yi$1 394 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Avondale
I-Jax Coastal Cottage
14 Epr – 12 Mey
Yi$1 509 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Jacksonville
Pool side casa
4 Mat – 1 Epr
Yi$1 587 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Jacksonville
Ikona Epholileyo - Istudiyo Esilula sabantu ababini
3 Nov – 1 Dis
Yi$1 415 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseJacksonville

St Johns Town Centerbayi 418 abantu basekuhlaleni abayincomayo
TIAA Bank Fieldbayi 134 abantu basekuhlaleni abayincomayo
EverBank Fieldbayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
River City Marketplacebayi 56 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Orange Park Mallbayi 46 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Jacksonville Beach Pierbayi 86 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.