Iindawo Zokurenta Inyanga eJeffreys Bay

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Jeffreys Bay
Chrum chrum kwik
14 Jun – 12 Jul
Yi$520 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-108
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Jeffreys Bay
Cottage near Supers (solar power) Lazybay cottage
19 Jun – 17 Jul
Yi$865 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-292
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Jeffreys Bay
I-Garden Flat kufuphi ne-Point (Amandla elanga)
19 Aga – 16 Sep
Yi$697 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-195
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Jeffreys Bay
I-Sefas Modern Beach Front Apartment
23 Jul – 20 Aga
Yi$1 319 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-205

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseJeffreys Bay

Kitchen Windows Beach Restaurantbayi 101 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Fountains Mallbayi 110 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Wacky Waterpark - Jeffreys Baybayi 25 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Nina's Real Foodbayi 143 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Walskipperbayi 104 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Billabong Factory Shopbayi 96 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.