Iindawo Zokurenta Inyanga eGqeberha

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Gqeberha
IGigis, ePort Elizabeth-Flatlet + indawo yokungena yabucala
2–30 Mey
Yi$365 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-104
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Gqeberha
Ukuphola - iflethi ekufuphi nesixeko
12 Epr – 10 Mey
Yi$574 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-129
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Gqeberha
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ene-DSTV
13 Mey – 10 Jun
Yi$979 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-272
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Gqeberha
Iflethi okanye indlu ekwicomplex yanamhlanje enelanga - Indawo
20 Jan – 17 Feb
Yi$667 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-250

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseGqeberha

Walmer Park Shopping Centrebayi 102 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Greenacres Shopping Centrebayi 61 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Baywest Mallbayi 149 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sunridge Villagebayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
IStadium yaseNelson Mandela Baybayi 28 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sardinia Bay Beachbayi 61 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.