Iindawo Zokurenta Inyanga eJeonju-si

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Jinbuk-dong, Deokjin-gu, Jeonju
Indawo yokuhlala engabiziyo netofotofo embindini weJeonju # 7
13 Dis – 10 Jan
Yi$420 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Jungang-dong, Wansan-gu, Jeonju
달콤한 달빛( 객리단길에 위치한 숙소) 2층(숙소),3층테라스 단독사용 방제업체정기관리
15 Mat – 12 Epr
Yi$1 912 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Jeonju-si
Indawo Yolonwabo
30 Aga – 27 Sep
Yi$2 366 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Wansan-gu, Jeonju-si
Indlu yamaphupha abantu aba-2 eHanok Village
10 Mey – 7 Jun
Yi$1 326 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseJeonju-si

Jeonju Hanok Villagebayi 72 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Jeonju Hanok Villagebayi 25 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Imarike ye-Nambubayi 46 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iphakamisa yeDeokjinbayi 34 abantu basekuhlaleni abayincomayo
객리단길bayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Jaman Mural Villagebayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.