Iindawo Zokurenta Inyanga eKeflavík

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Keflavík
Private studio apartment near the airport
20 Dis – 17 Jan
Yi$2 820 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-133
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Keflavík
I-Ary and Pablo imizuzu eyi-8 ukusuka kwisikhululo seenqwelo-moya i-KEF
26 Jan – 23 Feb
Yi$2 827 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-135
ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Keflavík
SpoonMe Studio
24 Jan – 21 Feb
Yi$2 570 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-107
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Keflavík
Iflethi okanye indlu ekwicomplex engaselwandle embindini nakw
31 Dis – 28 Jan
Yi$3 290 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-344

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseKeflavík

Kaffi Duusbayi 24 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Olsen Olsenbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Nettóbayi 25 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Thai Keflavikbayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kökulist bakerybayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Giantess Cave - Skessuhellirbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.