Iindawo Zokurenta Inyanga eKerikeri

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu yamaplanga e-Waipapa
I-CocoCabana Eco Cabin
2–30 Epr
Yi$997 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-264
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Kerikeri
I-Keri Country Cottage
4 Jun – 2 Jul
Yi$1 322 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-300
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Kerikeri
I-Palms Studio Kerikeri
26 Epr – 24 Mey
Yi$2 585 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-185
Ithandwa zindwendwe
Indawo yokuhlala e-Kerikeri
Iindlwana zemvula
5 Okt – 2 Nov
Yi$1 846 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-103

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseKerikeri

Amathunjwa aseHarurubayi 21 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Rainbow Falls (Waianiwaniwa)bayi 52 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Stone Storebayi 62 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Countdown Kerikeribayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Makana Chocolate Boutiquebayi 40 abantu basekuhlaleni abayincomayo
New World Kerikeribayi 28 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.