Iindawo Zokurenta Inyanga eWhangārei

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Whangārei
Indlu engasemva ye-Upmarket - yabucala, ethe cwaka kwaye esembindini
3–31 Okt
Yi$2 222 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-132
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Whangarei
INDLU ENEVARANDA YETROPIKI ESIXEKWENI
15 Sep – 13 Okt
Yi$1 800 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-222
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Whangarei
Iseti yabucala epholileyo kwii-acre eziyi-2.5.
23 Jun – 21 Jul
Yi$1 843 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-256
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Whangarei
I-Vale Road Apartment - kufutshane kakhulu nesitya sedolophu!
2–30 Mey
Yi$1 683 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-332

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseWhangārei

Amathunjwa aseWhangareibayi 63 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iziko lezithole zaseWhangareibayi 34 abantu basekuhlaleni abayincomayo
PAK'nSAVE Whangareibayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
McDonald's Whangareibayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Countdown Whangareibayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Quaybayi 30 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.