Iindawo Zokurenta Inyanga eKilleen

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Harker Heights
Indawo yakho yabucala kufutshane ne-Stihouse Lake
19 Epr – 17 Mey
Yi$1 308 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-12
ISuperhost
Indlu e-Killeen
Indlu Yonke Epholileyo Ecocekileyo Elula Ukuphumla, 2BDRM
24 Jul – 21 Aga
Yi$2 367 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-41
ISuperhost
I-townhouse e-Killeen
Luxury townhouse 2Bd/1.5Ba w/Garage near Ft Hood
16 Epr – 14 Mey
Yi$2 410 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-42
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Copperas Cove
I-Chic Townhome
17 Jan – 14 Feb
Yi$1 777 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-28

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseKilleen

Killeen Mallbayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Killeen-Fort Hood Regional Airportbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
IHOPbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
H-E-B plus!bayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Market Heightsbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Texas Roadhousebayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.