Iindawo Zokurenta Inyanga eWaco

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Waco
Olunye Usuku nje eBhere!
20 Epr – 20 Mey
Yi$2 584 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Lorena
Indlu Encinci ethe cwaka eWoods (akukho mali yokucoca)
27 Jul – 24 Aga
Yi$1 843 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Waco
Isitudiyo seCuldesac - Yonke into oyidingayo
17 Jun – 15 Jul
Yi$2 008 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Ibhokisi yomthwalo enkulu yentsimbi e-Waco
Container Home in a Country Setting - The Meadows
5 Jan – 2 Feb
Yi$2 257 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseWaco

Cameron Park Zoobayi 168 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cameron Parkbayi 143 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Mammoth National Monument ye-Wacobayi 139 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Magnolia Market Silosbayi 256 abantu basekuhlaleni abayincomayo
McLane Stadiumbayi 62 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Extraco Events Centerbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.