Iindawo Zokurenta Inyanga eKimo

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Vöyri
Indlu yeendwendwe ecocekileyo
27 Okt – 24 Nov
Yi$2 153 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-209
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Kauhava
Iflethi etofotofo ecaleni kweHärmä Fitness Centre
16 Mey – 13 Jun
Yi$1 669 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-104
Ithandwa zindwendwe
Ikhaya leholide e-Seinäjoki
Isitudiyo esipholileyo embindini weYlistaro
3–31 Jan
Yi$685 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-126
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Seinäjoki
😊 I-Studio 32mwagen, ibhalkhoni enamaqhwa +i-sauna.
2–30 Mey
Yi$876 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-243

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Finland
  3. Ostrobothnia
  4. Kimo
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga