Iindawo Zokurenta Inyanga eKingsburgh

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kingsburgh
Iflethi okanye indlu ekwicomplex yeHo
5 Okt – 2 Nov
Yi$654 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-126
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Kingsburgh
Indlu Esemaphandleni Yangoku
3 Epr – 1 Mey
Yi$802 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-139
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Kingsburgh
I-Seaside Retreat @ Yellow Door Beach House
25 Jan – 22 Feb
Yi$550 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-43
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Kingsburgh
Indlu esemaphandleni yale mihla entle kufutshane nolwandle
23 Sep – 21 Okt
Yi$886 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-40

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseKingsburgh

Seadoone Mallbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The View Boutique Hotel & Spabayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kingsburgh Centre Winklespruitbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
SPAR - Winklebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Illovo Nursery Terrace Restaurant & Beer Gardenbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
KWIK SPARbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.