Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eKingscote

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Kingscote
"The Duck House" Modern, ezisemaphandleni & kufutshane nedolophu
11 Aga – 8 Sep
Yi$3 049 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Kingscote
Umthi weMulwagen - Kingscote - KI- Ikhaya Leholide
19 Okt – 16 Nov
Yi$3 044 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Kingscote
Ivenkile yeGrain - iKangaroo Island Brewery Studio
18 Jun – 16 Jul
Yi$3 379 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Kingscote
Indlu esemaphandleni eyi-3 BR ehlathini ngaselwandle
20 Jul – 17 Aga
Yi$2 961 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseKingscote

Aurora Ozone Hotel Kangaroo Islandbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kangaroo Island Fresh Seafoodbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Island Beehive Pty Ltdbayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cactus Kangaroo Islandbayi 38 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kangaroo Island Brewerybayi 23 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Drakes Kingscote Foodlandbayi 29 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.