Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eKingston

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kingston
I-New Kingston Comfort Zone
20 Mey – 17 Jun
Yi$1 439 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-105
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Kingston
Iflethi okanye indlu ekwicomplex kaHarry noAnn 's Uptown, ekhuselekileyo
5 Feb – 5 Mat
Yi$1 604 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-135
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kingston
I-Studio 16. Isiseko segadi sokudibana neKingston.
5 Mat – 2 Epr
Yi$1 160 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-29
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kingston
Isitudiyo samaxabiso⭐️ amahle⭐️ + iPatio kunye neflat screen tv!
19 Jun – 17 Jul
Yi$1 014 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-77

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseKingston

Iphakamiso Parkbayi 280 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Sovereign Centrebayi 220 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Museum kaBob Marleybayi 600 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Portmore Mallbayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Devon Housebayi 334 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Jamaica Pegasus Hotelbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.