Iindawo Zokurenta Inyanga eOcho Rios

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ocho Rios
Istudiyo esithandekayo esineVast Ocean View
27 Dis – 24 Jan
Yi$2 147 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-111
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ocho Rios
Istudiyo Esitayela Esikufutshane Nomtsalane Ochi
16 Okt – 13 Nov
Yi$2 529 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-208
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Ocho Rios
I-Carib Escape Water-Front Condominium Ocho Rios
5 Jun – 3 Jul
Yi$3 401 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-135
ISuperhost
I-loft e-Ocho Rios
BeachFront Loft in Ocho Rios | Bfast on compound
15 Epr – 13 Mey
Yi$2 159 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-32

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseOcho Rios

Margaritaville Ocho Riosbayi 309 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Turtle River Parkbayi 72 abantu basekuhlaleni abayincomayo
White Riverbayi 74 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Miss T's Kitchenbayi 152 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hibiscus Lodgebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mystic Ridge Resortbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.