Iindawo Zokurenta Inyanga eKintyre District

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kingston
I-New Kingston Comfort Zone
3–31 Jul
Yi$1 473 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-105
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Kingston
Iflethi okanye indlu ekwicomplex @ 10 Charlemont
28 Aga – 25 Sep
Yi$1 602 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-125
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kingston
I-Studio 16. Isiseko segadi sokudibana neKingston.
5 Mat – 2 Epr
Yi$1 160 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-29
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kingston
Isitudiyo samaxabiso⭐️ amahle⭐️ + iPatio kunye neflat screen tv!
22 Jun – 20 Jul
Yi$1 014 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-77

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.