Iindawo Zokurenta Inyanga eKioloa

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Kioloa
3 Beaches, Bushwalking and Bird ukubukela
12 Jun – 10 Jul
Yi$1 551 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-195
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Kioloa
I-Kioloa Beach House
24 Aga – 21 Sep
Yi$3 048 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-153
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Durras North
I-North Durras Beach Cottage
3–31 Jul
Yi$1 843 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-755
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Kioloa
I-Shellseeker @ Merry Beach
1–29 Aga
Yi$6 025 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-167

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseKioloa

Saltwoodbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Merry Street Restaurant & Barbayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Merry Beach General Storebayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.